Wamkelekile

Last updated $Date: 2005/06/24 11:24:45 $

OpenOffice.org 2.0 ReadMe

Ukubona uhlaziyo lwakutsha lwale fayili iyi-readme, khangelawww.openoffice.org/welcome/readme.html

Molo Msebenzisi

Le fayili iqulathe ulwazi olubalulekileyo malunga nale nkqubo. Nceda ufunde olu lwazi ngenyameko phambi kokuba uqale ukusebenza.

The OpenOffice.org Community, responsible for the development of this product, would like to invite you to participate as a community member. As a new user, you can check out the OpenOffice.org site with helpful user information at

www.openoffice.org/about_us/introduction.html

Also read the sections below about getting involved in the OpenOffice.org project.

Amanqaku ngoSeko-zixhobo

Iimfuno Zenkqubo:

Iingxaki ezinxulumene nokuvula u-OpenOffice.org (umz. xa inkqubo ivele ime) kwakunye neengxaki ezimalunga nokubonakala kwiskrini amaxa amaninzi zidalwa ngumqhubi wemifanekiso wamakhadi. Ukuba uthe wahlangabezana nezi ngxaki, nceda uhlaziye umqhubi wemifanekiso wamakhadi wakho okanye uzame ukusebenzisa umqhubi wemifanekiso owamfumana nenkqubo yakho esebenzayo. Iingxaki ezimalunga nokubonakalisa izinto esi-3D amaxesha amaninzi zinokusonjululwa ngokuba wenze i-"Use OpenGL" efumaneka apha 'Izixhobo - Ekunokukhethwa Kuko - Okubonakalayo - Ukubonakala kwe-3D' ukuba ingasebenzi.

You can install OpenOffice.org 2.0 alongside of an older version of OpenOffice.org. If you later choose to deinstall the older version of OpenOffice.org, you must call the installation program of the newer version and choose 'Repair'. This ensures that the new version is correctly registered in your system.
Please note that copy and paste via clipboard between OpenOffice.org 1.x and OpenOffice.org 2.0 might not work in OpenOffice.org format. If that happens, choose 'Edit - Paste Special' and choose a format other than OpenOffice.org, or open the document in OpenOffice.org 2.0 directly.

Qinisekisa ukuba unesithuba sovimba wolwazi esingenanto esaneleyo kuvimba weefayili wethutyana kwinkqubo yakho kwanokuba amalungelo okufunda, ukubhala nokusebenzisa uwanikiwe. Vala zonke ezinye iinkqubo ngaphambi kokuqala useko-zixhobo.

Iingxaki Ngexesha Kuvula Inkqubo ku-Gnome

Ukuba ngaba uhlangabezana neengxaki zokuvula i-OpenOffice.org (oku kuqapheleka kakhulu xa usebenzisa u-Gnome) nceda 'ususe umiselo' lobume bemeko bogcino lwamaxabiso aguqukayo lwe-SESSION_MANAGER ngaphakathi kwiqokobhe olisebenzisa ukuvula u-OpenOffice.org. Oku kunokwenziwa ngokongeza umgca othi "unset SESSION_MANAGER" ekuqaleni kwesikripthi seqokobhe se-soffice esifumaneka kuvimba weefayili i-"[office folder]/program".

Ukutshintsha iFonti Yonxulumano Nomsebenzisi

In OpenOffice.org you can change the font used for screen display and printing by replacing it with a different font installed on your system. This can be done using the font replacement function. Choose 'Tools - Options - OpenOffice.org - Fonts' to access the font replacement table.

Ukutshintsha ifonti yonxibelelwano nomsebenzisi ku-OpenOffice.org, kufuneka ufake enye ifonti endaweni yaleyo imiselweyo iyi-"Andale Sans UI" uze uphawule umiselo oluthi-"always" khon' ukuze lusebenze olu tshintsho.

Khangela uNcedo luka-OpenOffice.org ukufumana inkcazelo ebanzi ngonxibelelwano.

Amaqhosha Azizinqumlisi

Only shortcut keys (key combinations) not used by the operating system can be used in OpenOffice.org. If a key combination in OpenOffice.org does not work as described in the OpenOffice.org Help, check if that shortcut is already used by the operating system. To rectify such conflicts, you can change the keys assigned by your operating system. Alternatively, you can change almost any key assignment in OpenOffice.org. For more information on this topic, refer to the OpenOffice.org Help or the Help documentation of your operating system.

Ukutshixa Ifayili

In the default setting, file locking is turned on in OpenOffice.org. To deactivate it, you have to set the appropriate environment variables SAL_ENABLE_FILE_LOCKING=0 and export SAL_ENABLE_FILE_LOCKING. These entries are already in enabled form in the soffice script file.

Isilumkiso: Utshixo lwefayili olwenziwe ukuba lusebenze lunokuba neengxaki kwi-Solaris 2.5.1 naku-2.7 ezisetyenziswa ndawonye no-Linux NFS 2.0. Ukuba ngaba ubume bakho benkqubo bunemimiselo, sicebisa ukuba ukulumkele ukusebenzisa utshixo lwefayili. Kungenjalo, u-OpenOffice.org uya kuma xa uzama ukuvula ifayili kuvumba weefayili ophakanyiswe ye-NFS okwikhompyutha ye-Linux.

Umthombo Wekhowudi Osetyenzisiwe / Olungisiweyo

Portions Copyright 1998, 1999 James Clark. Portions Copyright 1996, 1998 Netscape Communications Corporation.

Getting Involved

Abahlali be-penOffice.org baya kuzuza kakhulu kukuthatha kwakho inxaxheba ngokuzimisela kuphuhliso lwale projethi ibalulekileyo yomthombo ovulekileyo.

As a user, you are already a valuable part of the suite's development process and we would like to encourage you to take an even more active role with a view to being a long-term contributor to the community. Please join and check out the user page at: www.openoffice.org

Ubhaliso

Please take a little time to complete the minimal Product Registration process when you install the software. While registration is optional, we encourage you to register, since the information enables the community to make an even better software suite and address user needs directly. Through its Privacy Policy, the OpenOffice.org Community takes every precaution to safeguard your personal data. If you missed the registration at installation, you can return and register at any time at www.openoffice.org/welcome/registration-site.html

User Survey

Kukwakho noHlolo Ngomsebenzisi olufumaneka kunxibelelwano lwekhompyutha esikukhuthazayo ukuba uluzalise. Iziphumo zolu Hlolo Ngomsebenzisi ziya kuthi zincede u-OpenOffice.org ukuba aphuhle ngokukhawuleza ingakumbi ekumiseni imigangatho emitsha yokwakha indawo elandelayo yexesha langaphambili ye-ofisi. Ngenxa Yomgaqo-siseko wayo Wemfihlo, abahlali be-OpenOffice.org bathatha onke amanyathelo ukukhusela i-data emalunga nawe.

Xela Iziphene & Iziphazamisi

The OpenOffice.org Web site hosts IssueZilla, our mechanism for reporting, tracking and solving bugs and issues. We encourage all users to feel entitled and welcome to report issues that may arise on your particular platform. Energetic reporting of issues is one of the most important contributions that the user community can make to the ongoing development and improvement of the suite.

Ukurhuma

Nazi ezinye zezintlu zamalungu obhalelwano kwiProjethi onokuthi ube lilungu lawowww.openoffice.org/mail_list.html

Ngenelela kwenye okanye kwezinye ii-Projethi

Unganegalelo elibaluleke kakhulu kule projethi ibalulekileyo yomthombo ovulekileyo nokuba ngaba unoyilo lobucukubhede bekhompyutha obungekho kwizinga eliphezulu okanye amava ngeekhowudi. Ewe, wena kanye!

At http://projects.openoffice.org/index.html you will find projects ranging from Localization, Porting and Groupware to some real core coding projects. If you are not a developer, try the Documentation or the Marketing Project. The OpenOffice.org Marketing Project is applying both guerrilla and traditional commercial techniques to marketing open source software, and we are doing it across language and cultural barriers, so you can help just by spreading the word and telling a friend about this office suite.

Unokunceda ngokungenelela kwi-Marketing Communications & Information Network apha:http://marketing.openoffice.org/contacts.html where you can provide point communication contact with press, media, government agencies, consultants, schools, Linux Users Groups and developers in your country and local community.

Inkxaso Yomsebenzisi

For help with the OpenOffice.org 2.0 office suite, take a look at the archives to find questions already answered on the 'users@openoffice.org' mailing list at www.openoffice.org/mail_list.html. Kungenjalo, ungathumela imibuzo yakho kule dilesi users@openoffice.org. Khumbula ukurhuma kuluhlu ukuze ufumane impendulo nge-imeyile.

Also check the FAQ section at http://user-faq.openoffice.org/.

Indlela Yokuqala

The best way to start contributing is to subscribe to one or more of the mailing lists, lurk for a while, and gradually use the mail archives to familiarize yourself with many of the topics covered since the OpenOffice.org source code was released back in October 2000. When you're comfortable, all you need to do is send an email self-introduction and jump right in. If you are familiar with Open Source Projects, check out our To-Dos list and see if there is anything you would like to help with at http://development.openoffice.org/todo.html.

We hope you enjoy working with the new OpenOffice.org 2.0 and will join us online.

The OpenOffice.org Community